NSC exam, isiXhosa (HL) P1, Matshi 2013
Assignment Type: Examination
Total Marks: Unmarked
1. Eli phepha lemibuzo LINAMACANDELO AMATHATHU - ICANDELO A: ICANDELO B: ICANDELO C: Uvavanyo lokuqonda (30) Isishwankathelo (10) Ulwimi (30)
2 - Funda YONKE imiyalelo ngocoselelo
3 - Phendula YONKE imibuzo
4 - Qala iCandelo NGALINYE kwiphepha ELITSHA.
5 - Nombola impendulo nganye kanye ngokwendlela enonjolwe ngayo kwiphepha lemibuzo
6 - Shiya umgca emva kwempendulo nganye.
7 - Qwalasela ngokukodwa upelo nolwakhiwo lwezivakalisi
8 - Yaba ixesha lakho ngolu hlobo: ICANDELO A: ICANDELO B: ICANDELO C: Malunga nama-50 emizuzu Malunga nama-25 emizuzu Malunga nama-45 emizuzu
9 - Bhala ngokucocekileyo nangokucacileyo
ICANDELO A: - UVAVANYO LOKUQONDA
UMBUZO 1 - Funda isicatshulwa A kunye nesicatshulwa B wandule ukuphendula imibuzo elandelayo
1.1 - Jonga kumhlathi 1
Marks: 5
Attached Section Resource:
1ab25df6-cc2e-488f-b04a-44f88181b359.png
Question 1:

Esi sihloko sithi, 'Inkqayi ingena ngeentlontlo' sisenza silindele ibali elingantoni?

Your Answer:
Question 2:

 Sasikweyiphi indawo isikolo awayefundisa kuso uVuyani Zenzile?

Your Answer:
Question 3:

UVuyani Zenzile wayengumntu ondilisekileyo, xhasa olu luvo

Your Answer:
Question 4:

Xa kusithiwa wayelikhwezi kuyo yonke into ayenzayo uVuyani Zenzile kuthethwa ukuthini? Cacisa

Your Answer:
1.2 - Jonga kumhlathi 2
Marks: 3
Question 1:

Khankanya indlela uJola awayesonwabisa ngayo oogxa bakhe

Your Answer:
Question 2:

Wawusithini umxholo weleta eyayibhalelwe omnye wootitshalakazi besi sikolo?

Your Answer:
Question 3:

Chonga ibinzana eliphuhlisa uncumo olukhulu.

Your Answer:
1.3 - Jonga kumhlathi 3
Marks: 4
Question 1:

Kulincedise njani ibali ukungaxelwa koyena mbhali weleta kulo mhlathi?

Your Answer:
Question 2:

Yintoni eyayibangela ukuba ootitshala baphume sebegquzugquzuka egumbini?

Your Answer:
Question 3:

Ngumntu onjani oyolisa udlubu?

Your Answer:
1.4 - Jonga kumhlathi 4
Marks: 2
Question 1:

Chaza enye intlonti eyenziwa nguJol'inkomo neqela lakhe efumaneka kulo mhlathi

Your Answer:
Question 2:

Chaza ifuthe lokusetyenziswa kwebinzana, 'Ahleka oma'?

Your Answer:
1.5 - Jonga kumhlathi 5
Marks: 3
Question 1:

Kuthethwa ukuthiwani xa kusithiwa 'waqonda ukuba inonyawo lwemfene loo ncwadi?

Your Answer:
Question 2:

ULizeka ungamchaza njengomntu onoxolo okanye ongenaxolo ngokwesicatshulwa? Xhasa impendulo yakho

Your Answer:
1.6 - Jonga kumhlathi 6
Marks: 2
Question 1:

Sizathu sini esabangela ukuba uJolinkomo acebise ukuba konyulwe utitshala notitshalakazi?

Your Answer:
1.7 - Jonga kumhlathi 7
Marks: 1
Question 1:

Baqala nini uVuyani noLizeka ukuthandana?

Your Answer:
1.8 - Jonga kumhlathi 8
Marks: 4
Question 1:

Ngubani owathi wabalasela ngokungayithandi into yokuthandana kwesi sibini sibhalwe ku-1.7.1?

Your Answer:
Question 2:

Wenza 0ntoni lo umbhale ku-1.8.1 ukubonakalisa ukuba wayengayithandi into yokuthandana kukaVuyani noLizeka?

Your Answer:
Question 3:

Ngokolwakho uluvo ungathi uZine Koyana wenza into efanelekileyo okanye engafanelekanga? Xhasa impendulo yakho.

Your Answer:
ISICATSHULWA B - QAPHELA: Phendula yonke imibuzo usebenzisa amazwi akho, ngaphandle kokuba ucelwe ukuba ucaphule
Marks: 5
Attached Section Resource:
ebb5bf24-e170-489b-9bf3-874b550a9371.PNG
Question 1:

Aba bantu babini bakulo mfanekiso babonakala:

Your Answer:
Question 2:

Xhasa impendulo yakho eku-1.9.

Your Answer:
Question 3:

Yintoni ebonakalisa ukuba bakhona abanye abantu abasebenzela kweli gumbi bahleli kulo?

Your Answer:
Question 4:

Thelekisa indlela esinxibelelana ngayo isicatshulwa A nesicatshulwa B.

Your Answer:
ICANDELO B: - ISISHWANKATHELO
UMBUZO 2: - SHWANKATHELA NGAWAKHO AMAZWI
Marks: 10
Attached Section Resource:
dabc0c4d-72de-4005-8595-220404fa9826.png
Question 1:

Funda ngocoselelo ISICATSHULWA C esingezantsi. Kwesi sicatshulwa kunikwa iingcebiso ngeendlela zokugcina ubudlelwane phakathi komfundi notitshala.
QAPHELA: Kulindeleke ukuba wenze oku kulandelayo:
• Shwankathela ngawakho amazwi ngezivakalisi ezipheleleyo, ungadluli kumagama angama-70.
• Esi sicatshulwa singokugcinwa kobudlelwana obububo phakathi kukatitshala nomfundi.
• Ungashwankathela ngeengongoma ezisi-7 OKANYE ngomhlathi.
• Akulindelekanga ukuba ubhale isihloko sesishwankathelo.
• Qaphela indlela echanekileyo yokusetyenziswa kolwimi, iimpawu zobhalo nococeko.

Your Answer:
ICANDELO C: - ULWIMI
UMBUZO 3:UKUCAZULULA ISIBHENGEZO-NTENGISO - QAPHELA: • Kwiimpendulo ezifuna igama elinye bhala kuphela inombolo yombuzo negama elifunwayo. • Kwimibuzo ekukhethwa kuyo, bhala inombolo yombuzo kuphela kunye nonobumba A–C wempendulo echanekileyo. Funda esi sibhengezo-ntengiso (ISICATSHULWA D) esikwiphepha elilandelayo uze uphendule imibuzo ebuziweyo.
Marks: 10
Attached Section Resource:
978f59f3-aba7-4c59-a4bb-708642be20e4.PNG
Question 1:

Xela injongo yokusetyenziswa kwesilogani kwisibhengezo- ntengiso

Your Answer:
Question 2:

Sijoliswe koobani esi sibhengezo- ntengiso?

Your Answer:
Question 3:

Khankanya into ibe nye eyaziwa ngokuqaqamba ekwesi sibhengezo

Your Answer:
Question 4:

Nika intsingiselo yeqhalo elithi 'Intaka evuka mva ikholwa zizagweba'.

Your Answer:
Question 5:

Isimnini u 'zethu' sisetyenziselwe ukuphuhlisa yiphi injongo?

Your Answer:
Question 6:

Chonga ibinzana elisetyenziselwe ukuba abathengi bazive benyanzelekile ukuza kweli shishini.

Your Answer:
Question 7:

Izibhengezo zisebenzisa isixhobo esilunyanzeliso. Khetha igama elisetyenziselwe loo njongo.

Your Answer:
Question 8:

Xa besiya kwenziwa nguwe esi sibhengezo-ntengiso, zinkonzo zini ezimbini obuya kuzongeza kwezi ezingqamene nolu shishino?

Your Answer:
UMBUZO 4: UKUCAZULULA IKHATHUNI - QAPHELA: • Kwiimpendulo ezifuna igama elinye bhala kuphela inombolo yombuzo negama elifunwayo. • Kwimibuzo ekukhethwa kuyo, bhala inombolo yombuzo kuphela kunye nonobumba A–C wempendulo echanekileyo. Funda le khathuni (ISICATSHULWA E) ingezantsi uze uphendule imibuzo elandelayo
Marks: 10
Attached Section Resource:
ee324dc1-273b-4d87-a04d-c84b9ce394d8.PNG
Question 1:

Nika isizathu sokusetyenziswa kwefonti enkulu kwigama, Garfield

Your Answer:
Question 2:

Ibonakalisa ntoni le nkwenkwe xa isithi 'Katana' kule kati?

Your Answer:
Question 3:

Bhala intetho kaKukhanyakwelanga ekwibhokisi yesi-4 ethi, 'Hayi asingovobe lo.' ibe kwimo evumayo?

Your Answer:
Question 4:

Isibizo 'ntongana' senze msebenzi mni kwisivakalisi esikwibhokisi yesi-5?

Your Answer:
Question 5:

U'HELE' uphuhlisa ntoni ngokwendlela asetyenziswe ngayo kule khathuni?

Your Answer:
Question 6:

Xa le kati isithi kule nkwenkwe mayithathe iinwele zekati izitye ibonakalisa

Your Answer:
Question 7:

Xa ubuyile nkwenkwe kusithiwa yitya iinwele zekati ubuza kuva njani wena?

Your Answer:
Question 8:

Ingaba lo mzobi wale khathuni uyibonakalisa njani indelelo kule kati?
Kwimpendulo yakho qaphela umzobo okwibhokisi yesi-3.

Your Answer:
Question 9:

Le khathuni iyonwabisa. Xhasa olu luvo.

Your Answer:
Question 10:

Yeyiphi injongo ephunyezwe ngumbhali ngokuzoba le khathuni?

Your Answer:
UMBUZO 5:ULWIMI NEZAKHONO ZOKUHLELA - QAPHELA: • Kwiimpendulo ezifuna igama elinye bhala kuphela inombolo yombuzo negama elifunwayo. • Kwimibuzo ekukhethwa kuyo, bhala inombolo yombuzo kuphela kunye nonobumba A-C wempendulo echanekileyo. Funda esi sicatshulwa singezantsi (ISICATSHULWA F) uze uphendule imibuzo elandelayo.
Marks: 10
Attached Section Resource:
421b0eb1-2f78-4657-a97f-f6eb969de240.PNG
Question 1:

Khankanya umsebenzi owenziwe ligama 'ukuze' kwisivakalisi esingezantsi.
Zininzi izinto ekulindeleke ukuba zenziwe ngumfundi webanga leshumi ukuze aphumelele emagqabini

Your Answer:
Question 2:

Igama 'osithandayo' lisetyenziswe njenge:

Your Answer:
Question 3:

Nika uhlobo nexesha lesenzi esikrwelelwe umgca ngaphantsi kwibinzana elilandelayo.
... ukusoloko efika kwangoko ...

Your Answer:
Question 4:

Lungisa isiphene sobhalo esikwesi sivakalisi.
Eyonanto ibalulekileyo kukuphulaphula xa ootitshala befundisa

Your Answer:
Question 5:

Sisetyenziswe njani isifanekisozwi esibhalwe ngqindilili kwisivakalisi esingezantsi?
Enye into makamane esithi gqolo ukuzivavanya ...

Your Answer:
Question 6:

U-zi kwigama 'eziphumelela' wenze msebenzi mni kwisivakalisi esingezantsi?
Loo nto iya kumenza azibone eziphumelela ngokulula iimviwo

Your Answer:
Question 7:

Lisetyenziswe njengaluphi udidi lwesihlomelo igama,'kakuhle' kwesi sivakalisi singezantsi?
Ukuphumelela kwakhe kakuhle kuya kumvulela amathuba amaninzi okuphuhlisa ikamva lakhe.

Your Answer:
Question 8:

Siphuhlisa ntoni isimamva u-kazi kwigama 'ithekokazi'?

Your Answer:
Question 9:

Guqula isenzi esikrwelelwe umgca kwisivakalisi esilandelayo sibe kwisixando sokwenziwa.
Yanga ke ingasoloko iqaqambile engqondweni yomntwana ngamnye

Your Answer:
© 2025, Obami Networks  |  Live